Abangani Bakuntabankulu Neziphaluka

Abangani Bakuntabankulu Neziphaluka Post events and networking

Your admin is enjoying Christmas 🤶 festive holidays with his family I also wish you all a peaceful Christmas full of lov...
25/12/2025

Your admin is enjoying Christmas 🤶 festive holidays with his family I also wish you all a peaceful Christmas full of love nd ✌peace,may God be with you❤️😍 ndinithanda ngothando lukaThixo.😍🙏masityeni bethuna nasi isidlo sakusasa 😊

Molweni kuBangani bakuNtabankulu ufumanekile umntwana obebikwe njengolahlekileyo kwilali yase Phunguleweni eNtabankulu,k...
18/12/2025

Molweni kuBangani bakuNtabankulu ufumanekile umntwana obebikwe njengolahlekileyo kwilali yase Phunguleweni eNtabankulu,kodwa ngelishwa sele eswelekile💔kuvakala ukuba ufunyenwe kwenye yelali ezingekho kude kakhulu nalena yakhe.Ngokwengxelo yekhaya kuthiwa kuyabonakala ukuba ubulewe kodwa kuzolindwa ukwenziwa kotyandyo(postmortem)ukuqinisekisa oko.
Sithi singabangani neziphaluka zakuNtankulu ngxe kusapho lakwa Ngxola akuhlanga lungehlanga iintliziyo nemithandazo yethu inabo ngelishwangusha libehleleyo.
Ithi. Incwadi yeNdumiso 34 vs 18 Usondele uYehova kwabo bantliziyo zaphukileyo,abaphilise abo bamoya utyumkileyo.
Wanga umphefumlo kaNdalo Ngxola ungaphumla ngoxolo💔

Molweni eNtabankulu nakwiziphaluka,amapolisa acela ukhangeliswa umntwana ona 3yrs Ndalo Ngxola wase Phungulelweni eNtaba...
14/12/2025

Molweni eNtabankulu nakwiziphaluka,amapolisa acela ukhangeliswa umntwana ona 3yrs Ndalo Ngxola wase Phungulelweni eNtabankulu ugqityelwe ubonwa nge 11 December 2025 bedlala nabanye abantwana,kuyacelwa nabani,onolwazi anxibelelane namapolisa Captain Luzuko Kanzi 071 352 4530 okanye information may also be shared via crime stop on 08600 10111.
By Nkululeko Nyembezi.

04/10/2025

Ndibulisa abalandeli bam abatsha abaphambili! Zenande Nande Somhlaba

Mhakuzanywe bakhaya ubomi abuyonto ngaphandle kwemfundo
05/09/2017

Mhakuzanywe bakhaya ubomi abuyonto ngaphandle kwemfundo

Kuni nonke bangani bakuNtabankulu ndicela sivotele naliMpondo lakuthi lonyuliwe kumaSATMA awards,liphakamisa idolophu ye...
11/06/2017

Kuni nonke bangani bakuNtabankulu ndicela sivotele naliMpondo lakuthi lonyuliwe kumaSATMA awards,liphakamisa idolophu yethu yesterday belikhwitsha imfene kumabonwa kude Roots on SABC1 mzantsi 4 sho.
Ukwanda kwaliwa ngumthakathi.

27/04/2017

Molweni eTabz

Khaniphawule zihlobo:
Ingaba kule 23 years yenkululeko lukhona utshintsho kuledolophu yethu yaseNtabankulu,ngoba kwezinye iidolophu siyazibona ukuba ziyaphuhla?

Bekukubi apha bakhaya hahaha.....
28/05/2016

Bekukubi apha bakhaya hahaha.....

08/05/2016

Happy mother's day to all mothers out there u deserve the best.uThixo anisikelele ngokukhulisa abantwana benu ngothando.

19/04/2016

Haibo!bakhaya khaniyicacise is it true ubana kunoKFC eTabz?

Address

819
Ntabankulu
3100

Telephone

+27719559740

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Abangani Bakuntabankulu Neziphaluka posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Abangani Bakuntabankulu Neziphaluka:

Share