Ubunzima Nentlungu Bubomi OBO".

Ubunzima Nentlungu Bubomi OBO". Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ubunzima Nentlungu Bubomi OBO"., Library, Kraaifontein.

28/05/2025

Abantu basekhona injongo yayikomelezana nokhulisana

29/09/2021

Nisekhona bantwana basekhaya

Apa ❤️❤️❤️❤️🔥

23/11/2020

Ubunzima nentlungu bubomi unyaka uphelile oko wawukhangela umsebenzi....lixesha lika xakeka ngoku abanye bajongise imibombo emakhaya ukanti wena kunzima nozama impahla zechristmass for abantwana bakho.....ngamanye imaxesha ide ibingathi nguwe wedwa okulentlungu inyaniso ithi ayinguwe wedwa

Send a message to learn more

23/11/2020

Intlungu esikhula nazo sithi sozicinga zehle inyembezi

Imeko zamakhaya esikhulela kuwe

Indlela esikhuliswe ngayo impathombi ubundlobongela nobugwenxa

Imfihlo namanyala esikhuliselwe kuzo

Intlupheko nendlala zamakhaya ethu

Ndifuna uthi nakweyiphi na imeko awuwedwa kodwa ungalahli amaphupha akho konke kungatshintsha xa unobambelela encebeni kaThixo

05/06/2020

Ubunzima bomqamlezi baziwa ngumniniwo
Andinafouni people okwangoku I love you guys

06/01/2020

Guys nisekhona Ndicinga uqhuba ngobunzima bobomi.....

Zingaphi izinto obawela uzitshintsha ngobomi bakhoYintoni oyicaphukela kakhulu ngaweXa kuthethwa ungekho icinga abantu  ...
14/07/2017

Zingaphi izinto obawela uzitshintsha ngobomi bakho
Yintoni oyicaphukela kakhulu ngawe
Xa kuthethwa ungekho icinga abantu bathi ungumntu onjani
Inye Into endifuna siyazi ubomi bubomi ngentlungu nangentlupheko.Imini azifani kutheni uzolindela okuhle ebomini wena
Ingxaki zomzi wakho okanye ikhaya lakho maziphelele kuwe
Suzenza umntu ongenguye kuba ufuna ukonelisa abantu
Khokhelisa izidingo zakho kuqala

Ndizama uveza ukuba yamkela indawo obekwe kuyo....wonke umntu onobizo lakha uhlala ngamanzi yithi enkosi bawo

Wonke umntu unexesha nobizo lwakhe
UThixo soze akunike umthwalo ongaphezulu kwamandla akho koko ufuna abantu abenemiqolo iqinileyo

Sulahla ithemba ubomi basemhlabeni buza kanye kwaye bufutshane

21/04/2017

Uyabazi ubunzima bobomi.....ngamanye amaxeshe siye sicinge ukuba uThixo akhekho especial xa izinto zingalungi kuwe....ingxaki yethu uvele ucinge nguwe wedwa okulemeko...ubusazi na ukuba bakhona na abantu abangalifumenenga elisuku lanamhlanje ubusazi bakhona abantu abalala ecelini kwemigaqo kunye nabo bangakwazi uzenzela kwanto ngenxa yendlela umntu adalwe ngayo.Ndizama ukuvela mhlophe ukuba ubobunzima ukubo awuwedwa

11/03/2017

Molweni ndinguSiphosethu waseQamata akhonto ingako endinoyichaza ngam qha ndifuna ukunibonisa ngokunzima esikubo sonke......
Ndikhule ndihlala konontlalontle(Social workers)ndade ndamdala ndamgaka.Ukuba ndizalwa ngubani nam andazi,Isizathu esabangela ndilahlwe nam andisazi,kuba buhlungu kakhulu xa ndibona umntu oligeza ngoba andazi noba ayingomzali wam na ngethemba ngenye imini ndoze ndimfumane umama wam kuba.......

11/03/2017

Ngubani owathi ubomi bulula?

Ubusazi obubomi ucinga buyintlungu kuwe komnye umntu bongcono kakhulu kuneyakhe intlungu

ubusazi wonke umntu onobizo lwakhe emhlabeni qha ke abanye izinto zabo ukuze kulunge kufuneka baqale baxhwaleke

Ubusazi bakhona abantwana abangakwazi uzenzelanto kuba mhlawumbi omnye wazalwa engaboni okanye engakwazi uhamba

Bulela indawo okuyo nobekwe kuyo linda ixesha lakho liyeza

Address

Kraaifontein

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubunzima Nentlungu Bubomi OBO". posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category