Bible Study of God by Sir Tuks

Bible Study of God by Sir Tuks The evangelism for all Evangelism for all

11/10/2024

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Lamla Sonqayi, Precious Nolati Matsira

25/04/2023

Zangena iinkunzi neemazi kwinyama yonke; zangena njengoko uThixo abemwisele umthetho. UYehova wamvalela ngaphakathi
IGENESIS 7:16

Ukuba umamela ukutsho kukaThixo ndifuna uyazi ba uyagcinwa, yes imvula zingankulu kwaye ziwbethe umkhambe sikhuphe amehlo kodwa ukuba sigciniwe ngaphakathi nguYehova asichaphazeleki kwimvula ibetha emkhombeni.

Ewe ndiyavuma sinethwa mihla lee ziChallenges n azizoma ziyeke ubetha nkalo zonke, kodwa masizibuze ukuba asingaphila njani ngoku zikhona.

Qwalasela, uNowa umsebenzi wakhe yaba kufaka nje izilwanyana nokwenza umkhombe kodwa ukhuselo yayingelolamkhombe lalisuka kuThixo, unowa ungene nje yena emkhombeni wavala uThixo. Asiva noba kwanjena nethontsi eli kulamkhombe ngaphakathi ngenxa yokhuselo lukaThixo. Umntu omamela ukuboniswa nguThixo uyagcinwa akhuselwe nguYehova💪💪💪💪💪

14/04/2023

Sukulwa nokulwa

23/03/2022

Isaya 63:15-16 funde ngokuhla uthobele uThixo

12/03/2022

Book of Zechariah 1:17 please read and experience it

28/02/2022

John 10:1-21 read phaya

13/02/2022

Book of Psalms Chapter 24:7-8

7 Lift up your heads, O gates, and rise up, O ancient doorways, that the king of glory may enter.

8 Who is the king of glory? Yahweh, strong and mighty; Yahweh, migthy in war

Wooow so powerful, ohww God

06/02/2022

Yesterday i was preaching book of Galatians 5 verse 24, 25 and 26 woooow powerful verses. We were talking about Flash and Spirit

26/01/2022

I'll be right back soon, I need to fix my Study very fast so that, I can continue. May God bless You

Address

Seymour
King William's Town

Telephone

+27845401860

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Bible Study of God by Sir Tuks posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Bible Study of God by Sir Tuks:

Share

Category