Bethany Emmanuel Baptist Church Media page

Bethany Emmanuel Baptist Church Media page Christ the centre of our lives

21/06/2026
21/06/2026

SUNDAY SECOND SERVICE ✨️
SERMON: Pastor P Reuben Ihlenfeldt

UYohane : 17 :1-5
1. Ezi zinto wazithetha uYesu, wawaphakamisa amehlo akhe wakhangela ezulwini, wathi, Bawo, lifikile ilixa; mzukise uNyana wakho, ukuze noNyana wakho akuzukise;
2. njengokuba wamnika igunya kubantu bonke, ukuze bonke omnike bona, abanike ubomi obungunaphakade.
3. Bubo ke obu ubomi obungunaphakade, ukuba mabakwazi, wena ukuphela koThixo oyinyaniso, naye uYesu Kristu omthumileyo.
4. Mna ndikuzukisile emhlabeni, ndiwufezile umsebenzi obundinikile ukuba ndiwenze.
5. Ndizukise ke ngoku, wena Bawo, kuwe ngokwakho, ngozuko ebendinalo kuwe, lingekabikho ihlabathi.

21/06/2026

SUNDAY SECOND SERVICE ✨️

2 Corinthians 6:18: "And I will be a Father to you, and you will be my sons and daughters, says the Lord Almighty."🎊
21/06/2026

2 Corinthians 6:18: "And I will be a Father to you, and you will be my sons and daughters, says the Lord Almighty."🎊

14/06/2026

SUNDAY SECOND SERVICE SERMON:
Rev Tukuta Vukile
Genesis : 1 :26-27
26. Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. Mababe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasemhlabeni wonke, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzela emhlabeni.
27. Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.

14/06/2026

SUNDAY FIRST SERVICE SERMON:
PASTOR P Reuben Ihlenfeldt
[Matthew 6 : 20-24]
[20] but lay up for yourselves treasures in heaven, where neither moth nor rust consume, and where thieves don’t break through and steal; [21] for where your treasure is, there your heart will be also. [22] “The lamp of the body is the eye. If therefore your eye is sound, your whole body will be full of light. [23] But if your eye is evil, your whole body will be full of darkness. If therefore the light that is in you is darkness, how great is the darkness! [24] “No one can serve two masters, for either he will hate the one and love the other, or else he will be devoted to one and despise the other. You can’t serve both God and Mammon.

14/06/2026

SUNDAY FIRST SERVICE ✨️

Address

King Williams Town
King William's Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Bethany Emmanuel Baptist Church Media page posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share