Mbhashe Local Municipality

Mbhashe Local Municipality Named after the iconic Mbhashe river, Mbhashe Local Municipality serves Dutywa, Willowvale (Gatyana) & Elliotdale (Xhora).

Follow us for municipal news, public notices and events as we work together for a better, transparent, and sustainable Mbhashe.

Ngenjongo zokuqinisekisa ukuba ulwazi  luyafikelela eluntwini, uMasipala waseMbhashe ngeCandelo leNkonzo eziSisiseko zaM...
08/09/2026

Ngenjongo zokuqinisekisa ukuba ulwazi luyafikelela eluntwini, uMasipala waseMbhashe ngeCandelo leNkonzo eziSisiseko zaMahala ubambe usuku lwesibini lokufundisa uluntu ngenkqubo ye-Indigent Registration namhlanje, kwaWadi 17 kuNqayiya kunye naseNtsingizi eXhora.

Leseshoni ibonelela uluntu ngolwazi olubalulekileyo malunga nenkqubo yobhaliso, iimfuno zokufaneleka, kunye namanyathelo ekufuneka alandelwe ukuze amakhaya afanelekileyo akwazi ukuxhamla kwiiNkonzo eziSisiseko zaMahala.

Eli phulo lijolise ekwaziseni nasekufundiseni uluntu phambi kokuqaliswa kokuqokelelwa kweenkcukacha nobhaliso, ukuze amakhaya afanelekileyo aqonde ukuba ngubani onokufaka isicelo, iimfuno zokufaneleka, kunye nenkqubo eza kulandelwa xa kuqaliswa ubhaliso.

ICandelo leNkonzo eziSisiseko zaMahala phantsi koMasipala weSithili i-Amathole, Abasebenzi boPhuhliso boluntu(CDW's), kunye noWadi komiti bebeyinxalenye yezindibano.


INTERNATIONAL LITERACY DAY 📚 | Today, we recognise literacy as an important foundation for education, opportunity and pa...
08/09/2026

INTERNATIONAL LITERACY DAY 📚 | Today, we recognise literacy as an important foundation for education, opportunity and participation in society.

Icandelo leenkonzo ezisisiseko zasimahla zikaMasipala waseMbhashe (Free Basic Services), lizakuqhuba inkqubo yokwazisa u...
08/09/2026

Icandelo leenkonzo ezisisiseko zasimahla zikaMasipala waseMbhashe (Free Basic Services), lizakuqhuba inkqubo yokwazisa uluntu ngendlela yokubhalisela nokuxhamla kwizibonelelo zasimahla zikamasipala kwiiwadi ezahlukeneyo zaseXhora.

Le nkqubo ijolise ekwaziseni uluntu ngendlela yokuba selungelweni ukuze uxhamle, kwakunye namaxwebhu adingekayo kubafaki zicelo.

08/09/2026

⚠️ PUBLIC URGED NOT TO COLLECT OR CONSUME SARDINES WASHING ALONG THE EASTERN CAPE COAST
DEDEAT is urging members of the public not to collect, consume, or feed to pets any dead or dying sardines found along the province’s coastline, following reports of sardine mortalities and strandings, as they may have decomposed and may harbour harmful microorganisms that can cause illness.
WHAT SHOULD THE PUBLIC DO?
DO
• Keep away from large accumulations of dead or dying fish.
• Report significant strandings or mortalities to the relevant municipality or environmental authorities.
• Follow information issued by the relevant authorities.
DON'T
• Collect dead or dying sardines.
• Eat them.
• Sell or distribute them.
• Feed them to pets or other animals.
• Spread unverified information.
FOR ACCURATE & VERIFIED INFORMATION
Follow updates from DFFE, DEDEAT and your relevant municipality.
Website: www.dffe.gov.za
Facebook: Department of Forestry, Fisheries and the Environment
Report strandings to your local municipality or environmental management authority.

📢📢CALL FOR INNOVATORSThe Mbhashe Innovation Challenge 2026 is here!Hosted by the South African Youth Council (SAYC) Mbha...
08/09/2026

📢📢CALL FOR INNOVATORS

The Mbhashe Innovation Challenge 2026 is here!

Hosted by the South African Youth Council (SAYC) Mbhashe Branch, in partnership with Mbhashe Local Municipality through the Special Programmes Unit, the challenge calls on young people to showcase their creativity, innovation and problem-solving ideas.

School Learners:Grades 5–11
Open Youth: Ages 18–35

đź’ˇInnovation Categories:

1. Digital Technology & Software
2. Engineering, Electronics & Robotics
3. Community, Agriculture & Green Technology

Entries: 1–14 September 2026
Municipal Grand Final: 24 September 2026 | Dutywa TRC

School Learner Winners: R5,000 each
Open Youth Winners: R10,000 each

If you have an innovative idea, project or prototype. This is your opportunity to showcase it, inspire others and create solutions for a better future!

Click on https://forms.gle/N5GwCcarmZREUwXZ8 to submit your application.

Your idea. Your innovation. Your future. Let’s invest in technology together!

UMasipala waseMbhashe, phantsi kweCandelo leeNkonzo eziSisiseko zamahala, uqhuba iphulo lokwazisa nokufundisa uluntu nge...
07/09/2026

UMasipala waseMbhashe, phantsi kweCandelo leeNkonzo eziSisiseko zamahala, uqhuba iphulo lokwazisa nokufundisa uluntu ngenkqubo ye-Indigent Registration namhlanje, kwaWadi 13 eMiller kunye naseFameni eXhora.

Le nkqubo ikhokelwa liLungu leKomiti kaSodolophu, uCeba Nombongo Apleni, kunye namagosa kaMasipala kunye nabaSebenzi boPhuhliso loLuntu (CDWs) abancedisa ekuqinisekiseni ukuba uluntu lufumana ulwazi oluchanekileyo ngale nkqubo.

Ngethuba esenza intetho yakhe, uCeba Nombongo Apleni, unike ingcaciso ebanzi ngeeNkonzo eziSisiseko zaMahala ezibonelelwa nguMasipala, egxininisa kubantu nakumakhaya afanelekileyo ukuba baxhamle kwezi nkonzo. Ubuye wacacisa iimfuno ekufuneka zifezekiswe ngabafaki-zicelo, kwakunye nenkqubo ekufuneka bayilandele ukuze babhalise kwaye baqinisekise ukufaneleka kwabo kwezi nkonzo.

Eli phulo lijolise ekwaziseni nasekufundiseni uluntu phambi kokuqaliswa kokuqokelelwa kweenkcukacha nobhaliso, ukuze amakhaya afanelekileyo aqonde ukuba ngubani onokufaka isicelo, iimfuno zokufaneleka, kunye nenkqubo eza kulandelwa xa kuqaliswa ubhaliso.

ISebe loLawulo lweNtlekele Phantsi koMasipala weSithili i-Amathole kunye neCandelo loMlilo noHlangulo nabo bebe yinxalenye yalenkqubo.

UMasipala waseMbhashe uza kuqhuba iintlanganiso zeeKomiti zeeWadi ngenjongo yokuqinisa intatho nxaxheba nokubandakanya u...
07/09/2026

UMasipala waseMbhashe uza kuqhuba iintlanganiso zeeKomiti zeeWadi ngenjongo yokuqinisa intatho nxaxheba nokubandakanya uluntu kwinqanaba lewadi.

Injongo yezi ntlanganiso kukunika abahlali iqonga lokuvakalisa iimfuno zoluntu, ukuxoxa ngemiceli-mingeni enxulumene nokunikezelwa kweenkonzo, ukufumana uhlaziyo ngeenkqubo neeprojekthi zikaMasipala kunye nokuba negalelo ekuthathweni kwezigqibo zasekuhlaleni.


07/09/2026

8 WEEKS TO GO!

Eight weeks from now, South Africans will head to the polls for the 2026 Local Government Elections.
As Election Day gets closer, make sure you are election ready. Follow the official information from the IEC, understand the electoral process and know when and where you need to participate.

The countdown is on!
4 November 2026

Stay informed. Be ready. Make your voice count.

07/09/2026

📢 Put Your Business in the Spotlight!

Boost your brand with affordable advertising and maximum visibility. Let's help your business get noticed!

Address

454 Streatfield Street
Idutywa
5000

Opening Hours

Monday 08:00 - 16:30
Tuesday 08:00 - 16:30
Wednesday 08:00 - 16:30
Thursday 08:00 - 16:30
Friday 08:00 - 16:30

Telephone

+27474895800

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mbhashe Local Municipality posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Mbhashe Local Municipality:

Shortcuts

Share