28/05/2020
Kukho unesi wavele waphuma lonesi kodwa uthami akazange anake uphinde yabuya indoda yayiserhawuthini waphinde wabanzima futhi uthami wazala umntwana oyintombazana owathi ngufusi kuba welama amawele emveni Koko zange uphinde ibuye indoda yayingasafaki nemali Lena kodwa uthami wavakhulisa amantwana bake esiwa evuka nabo baze baphumelela uthami waba nguqhirha udadewabo yena waba nguyinesi bafumana umsebenzi kwisibhedlela esinye baze bathenga idlu apho bakhela umama wabo umzi lona wayengafuni ukuya edolophini ukuyohlala nabo
Uyewabonwa lisoka xa kulapho ke uthami wababiza abantwana bakhe bobabini ebaxelela ngokubonwa lisoka kwakhe uye wathi kuba " bantwana bam ndinikhulisile nade nabadala nafunda naphumelela ngoku akukho nto niyifuna k*m nyabona ujola lona olipolisa ndicinga ukukhe ndihlekisane naye ntonje ndifuna n**i kaloku ndinevakalelo nam