21/02/2022
Molweni, I have been reminded about this article, it is from two years ago. Intliziyo yam ikutshintsho kulutsha lwase Mzantsi.
Bazali ndithi mandicacise, lomsebenzi wokunceda abantwana kuba susa kwizidakamiswa ndiwenza ngentlizito yam ekhululekileyo futhi ndiyawuthanda.
Ewe ndise ngumfundi kwizifundo ze BTh(Bachelor degree in Theology majoring in Counseling) kwisikolo esiyi SATs( South African Theological Seminary). Lomsebenzi ndiwenza "Privately". X**a ucela ndingenelele, ndiye ndithande ukuhlangana ne-family yonke umntana ahlala nayo kuqala. Lonto ithi x**a ndisiza kuwe kuzakudingeka imali ye-petrol ngoba ndihamba ngemoto.
I don't charge a fee for the meeting but unfortunately imoto ihamba nge-petrol bazali.
Kwi-camps and leadership programs, I do charge bethuna. Ibaninzi into ekufuneka ibhatelwe: venue, sound, catering etc. As ba besendicacisile ukuba I do this Privately 🙏.
Usually, before umntwana aye ecampini ndiye ndithande ukuqala ndenze i-one on one session kunye naye, but it has to be after ndihlangene nosapho lwakowabo. Isizathu sesokuba umntana kufuneka aye ecampini eqhutywa yintliziyo yakhe.
Option yesibini ngeye group counseling(program), this usually happens x**a abantwana behlala out of town. Or bebaninzini kuledolophu endikuyo(Gqeberha), ndiye ndithande ukubahoya ngexesha elinye to save myself time. Then, after the program or one on one session ibeyi Camp. After Camp, sibene Drugs and alcohol support group. Then, I get to visit their schools to meet up with their teachers regarding their academic progress.
Ndiyathemba ndivakele bazali🙏.