21/10/2023
Ward 86
Matriculants interfaith Prayer Service
This is a very crucial time for our Grade 12 learners we therefore invite all churches, Pastors and Community members to a interfaith prayer service of all Grade 12 in Strand
Lixesha elinzima kakhulu kubafundi baka Grade 12 kungoko ANCWL yakwa Ward 86 kunye No Ceba bemama Inkonzo zonke, Abafundisi kunye Nabahlali kwinkonzo ezothi ndlelandle kubantwana bethu abazakuqala imviwo zokuqgibela zika Grade 12
Share for Awareness
Regards
Cllr Xolani Diniso
Ward 86
084 055 0615