19/05/2024
Urhulumente we-ANC usiphoxile, kwaye sizakulahla uphuhliso lwethu ukuze sakhe indawo yokuxhelela nokudala amathuba emisebenzi kubantu abangaphezu kwekhulu e-Emnyameni
Kuye kwaba yinto engenakwenzeka ukoyisa imiqobo ebekwe endleleni yethu yokuvula indawo. I-ANC yoyisakele abantu bayo.
The ANC Goverment has let us down, and we are going to abandon our development to build an Abattoir and create jobs for over 100 people in Alexandria.
It has become impossible to overcome obstacles that have been placed in our way to open the facility. The ANC have failed their people.