SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price

SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price mthatha at slovo, ncise, kwalink, Mandela and kwadosi

Rip 💔💔💔💔💔
05/02/2023

Rip 💔💔💔💔💔

11/09/2022

Molweni bahlali, ndingumakhi wezindlu, oko ndenze le page baninzi abantu ndabancedayo, aba desparete for umntu azokwenza into enzotshintsha ikhaya lakhe or umzi wakhe.

Yekani ukuthanda into ezicheap nabakhi bazo, nizozisola se kumoshakele...
Anditsho ukuba am good, nam ndiva ngaba sendibenzele izindlu zabo bendincoma...

Kwathwa singo Vus'umzi...

U December ufikile indwendwe nizozilalisa phii?
Ngoba lo 2rooms nihlala kuwo mncinci, kwanina na bantwana benu anilingani... With us, you can change your home..

Whatsapp or Call:
060 406 8922
060 407 1843

Sise viedge emthatha okwangok..

Okwangoku silapha e   emthatha...Double garage with 8 corners, 2 rooms, opened space of dinning room and Barth room betw...
04/09/2022

Okwangoku silapha e emthatha...

Double garage with 8 corners, 2 rooms, opened space of dinning room and Barth room between 2 rooms...
Call or WhatsApp: /

13/06/2022

KuGatyane is where we are.....

Sanuthanda into ezi cheap nabakhi aba cheap, bazokwenzela umzi wakho ube cheap nawe ube cheap, into ezi cheap ziwe kuben...
25/04/2022

Sanuthanda into ezi cheap nabakhi aba cheap, bazokwenzela umzi wakho ube cheap nawe ube cheap, into ezi cheap ziwe kubenzima ukuzivusa.

Negotiable prices are available sikwakhele ikhaya lakho libelihle thina singo SAKHA SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less priceSAKHA Izindlu EZINTLE-nge less priceSAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price less price, sithi izandla ziyagezana asisebenzeli ukutyeba we are helping 1 another...

2 Rooms
05/02/2022

2 Rooms

Nazoke bazalwane, singayenza neyakho indlu ngamaxabiso afikelelekayo...Xa ungafikeleli kuyaboniswana.
05/02/2022

Nazoke bazalwane, singayenza neyakho indlu ngamaxabiso afikelelekayo...

Xa ungafikeleli kuyaboniswana.

Senza konke okufunayo endlini yakho...
13/01/2022

Senza konke okufunayo endlini yakho...

Done at maclear engcele ngase ngxotho 3 days backFor more information WhatsApp or call:060 406 8922060 407 1843
17/12/2021

Done at maclear engcele ngase ngxotho 3 days back

For more information WhatsApp or call:

060 406 8922
060 407 1843

Mthatha Jobs Opportunities in Eastern Cape
15/11/2021

Mthatha Jobs Opportunities in Eastern Cape

Nazoooo bethunana....
02/10/2021

Nazoooo bethunana....

Yard Concrete flooring
01/09/2021

Yard Concrete flooring

Address

Maqonda
Umtata
5090

Telephone

+27604068922

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price:

Share