Vuyisile Mini Local Municipality

Vuyisile Mini Local Municipality Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Vuyisile Mini Local Municipality, Government Organization, 201 Main Street Cofimvaba, Cofimvaba.

Vuyisile Mini Local Municipality is hosting the Internal Audit Awareness Programme for senior and middle management. The...
03/06/2026

Vuyisile Mini Local Municipality is hosting the Internal Audit Awareness Programme for senior and middle management. The key focus of the session is on various aspects of governance.

Ngomso uSodolophu uzakube enikezelela ngeendlela ezigqityiweni kwa wad 14, Ekuphumleni nase 15 kwilali yase Luxhomo. Olu...
03/06/2026

Ngomso uSodolophu uzakube enikezelela ngeendlela ezigqityiweni kwa wad 14, Ekuphumleni nase 15 kwilali yase Luxhomo. Olunikezelo kukuqinisekisa ukuba uluntu lwalelenginqqi lungazisebenzisa ezindlela ngokusesikweni.

📌 Urhulumente ubongoza intsebenziswano kuluntu lonke olune xanduva kwelisiko ludlale indima yalo kakuhle, khona ukuze ku...
31/05/2026

📌 Urhulumente ubongoza intsebenziswano kuluntu lonke olune xanduva kwelisiko ludlale indima yalo kakuhle, khona ukuze kubekho impumelelo.

Umasipala unikezele ngekontraki ezofakela umbane kwa-wadi 05, kwilali eyaziwa ngokuba yi-Sdubipoort.  Uluntu luphume ngo...
29/05/2026

Umasipala unikezele ngekontraki ezofakela umbane kwa-wadi 05, kwilali eyaziwa ngokuba yi-Sdubipoort. Uluntu luphume ngobunitshi lizokumamela izicwangcwiso zekontraki ukuba izakusebenza njani na kwaye bazakuxhamla njani abantu balengingqi.

Kusasa umasipala uzakunikezela ikontraka ezakufakela umbane kwa wadi 05, kwilali yase Sdubipoort.
28/05/2026

Kusasa umasipala uzakunikezela ikontraka ezakufakela umbane kwa wadi 05, kwilali yase Sdubipoort.

IN PICTURES [VMLM COUNCIL MEETING]
28/05/2026

IN PICTURES [VMLM COUNCIL MEETING]

28/05/2026

Viyisile Mini Local Municipality Special Council Meeting is underway. Key items are the adoption of 2026/27 budget, Final IDP, and policies.

Intlanganiso ephakathi kukamasipala kunye ne Ratepayers iyaqhuba apho kuhlalutywa iinkqubo ezifana ne By-laws, uphuhliso...
27/05/2026

Intlanganiso ephakathi kukamasipala kunye ne Ratepayers iyaqhuba apho kuhlalutywa iinkqubo ezifana ne By-laws, uphuhliso, iipolisi kunye tarrifs. Lentlanganiso ikhokelwa nguSodolophu uCllr Kanyiswa Mdleleni ebambisene nesigqeba sakhe se Executive Committee.

Kwinkqubo yentatho nxaxheba yoluntu nekhokelwa nguSomlomo uCllr YangaZincina, uqhube intlanganiso eTsomo, edolopini apho...
27/05/2026

Kwinkqubo yentatho nxaxheba yoluntu nekhokelwa nguSomlomo uCllr YangaZincina, uqhube intlanganiso eTsomo, edolopini apho bekuxoxwa ngeproject yokwenziwa kwedlela nechaphazela iingingqi zamaHlubi nezaMabhele. Lenkqubo kukuqisekisa ukuba xasele iqalile leproject ingabina magingxigingxi.

Kwinkqubo yentsebenziswano phakathi kukaMasipala kunye nesebe uHome Affairs kunye bakwa wadi 17 benikezela ngee IDs, bes...
21/05/2026

Kwinkqubo yentsebenziswano phakathi kukaMasipala kunye nesebe uHome Affairs kunye bakwa wadi 17 benikezela ngee IDs, besenza izicelo ze IDs kunye ne birth certificates.

Address

201 Main Street Cofimvaba
Cofimvaba
5380

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Vuyisile Mini Local Municipality posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share